Tshazimpunzi 2018 Uhlelo Lwasemva kwemini yangoMgqibelo yangoMgqibelo David A. Bednar INtliziyo Enobulali kunye neThobekileyoUkwabelana ngemizekelo yobulali ephuma kwizibhalo ezingcwele kunye nakubomi babaprofeti banamhlanje, uMdala Bednar ufundisa ngokuba olu phawu lobuKrestu lungaphuhliswa. Dale G. RenlundIMbali yoSapho kunye noMsebenzi waseTempileni: UkuTywinwa kunye NokuphiliswaUMdala Renlund ufundisa ngokuba xa sisenzela izinyanya zethu imbali yosapho kunye nomsebenzi wasetempileni, uThixo uthumela iintsikelelo kumacala omabini omkhusane. Uhlelo Lwangentsasa yangeCawa Russell M. NelsonISityhilelo seBandla, ISityhilelo soBomi BethuUMongameli uNelson ungqina ukuba iNkosi iyalikhokela iBandla ngesityhilelo kwaye isityhilelo sobuqu siyafumaneka kumntu wonke.