EyeDwarha 2018 Ronald A. RasbandNingakhathazekiUMdala uRasband uyasikhumbuza ukuba nangona la maxesha anobungozi siphila kuwo, akukho sidingo sokuba soyike ukuba siqhubeka sijolise kukholo lwethu kuYesu Krestu. Bonnie H. CordonUkuba nguMalusiUDade uCordon ufundisa ukuba ukulungiselela izimvu zeNkosi kuquka ukuzazi nokuzibala, nokuzigada, kunye nokuzihlanganisela emhlambini kaThixo. Russell M. NelsonUkuba Yimizekelo yabaNgcwele beMihla yokuGqibela UMongameli uNelson wazisa ngeetempile ezintsha ezilishumi elinesibini. Ukwakhuthaza ukuba sifunde imiyalezo yenkomfa kwaye siyisebenzise ebomini bethu.