INkomfa yaJikelele kaTshazimpunzi 2019 Becky CravenUnonophelo luqobisana NokuqhelekileyoUDade Craven ufundisa ngokubaluleka kokunonophela kunokuba siqheleke kubufundi bethu. Brook P. HalesIimpendulo eMthandazweniUMdala Hales wabelana ngeengxelo ezintathu ukubonisa iindlela ezahlukeneyo uBawo waseZulwini aphendula umthandazo. Sharon EubankUKrestu: Ukukhanya okuKhanya eBumnyameniUdade u-Eubank ufundisa ukuba senza uKrestu umbindi wobomi bethu, Yena uya kusixhasa kwizilingo zethu kwaye abe kukukhanya kwethu ebumnyameni. Russell M. Nelson“Uze, UNdilandele”UMongameli Nelson ufundisa ukuba kufuneka senze iminqophiso noThixo khon ukuze.ukuze isindiswe neentsapho zethu.