2014
Yiba Bhetele—Qala Ngoku
Janyuwari 2014


ulutsha

Yiba Bhetele—Qala Ngoku

uMongameli Uchtdorf ufundisa ukuba“ iinjongo zethu zisinceda ukuba siphucuke kwaye sibebhetele.” Cinga ngeenjongo onazo ezimbini okanye ezintathu kwiindawo ezihlukene ebomini bakho, njengempilontle, ukuqina emoyeni, kanye nobudlelwane, njengomzekelo. Ufuna impumelelo enjani kuleendawo kulonyaka? Njengoko ucinga ngokuthandaza ngezinye zaleenjongo, qinisekisa ukuba uyakukwazi ukuzifezekisa kwaye uzakukhula. Kwijenali yakho, cacisa injongo zakho ukuze ukwazi ukubona impumelelo xa unyaka usudlulile.