2017
Iimfundiso zeXesha Lethu
uCanzibe 2017


Iimfundiso zeXesha Lethu

Ukusukela kwekaCanzibe 2017 ukuya kweyeDwarha 2017, izifundo zangeCawe yesine enyangeni zoBubingeleli bukaMelkitsedeke kunye neQumrhu LooMama kumele zilungiswe kwenye okanye kwezininzi zeentetho ebezinikwe kwinkomfa yajikelele kaTshazimpunzi 2017. Kwinyanga yeDwarha 2017, iinthetho zingakhethwa nokuba kukwinkomfa yajikelele kaTshazimpunzi okanye kweyeDwarha. Abongameli beengqokelela zamasebe kunye nabeengingqi bayakhetha ukuba zeziphi iintetho eziya kusetyesenziswa kwiingingqi zabo, okanye banganikeza olu xanduva kwiinkokeli kunye nabongameli bamasebe.

Iintetho ziyafumaneka ngeelwimi ezininzi kwi conference.lds.org.