2022
U-Abraham noSara
EyoMdumba 2022


“U-Abraham noSara,” UMyalezo wangeNyanga Umhlobo, EyoMdumba 2022

U-Abraham noSara

UMyalezo wangeNyanga Umhlobo, EyoMdumba 2022

U-Abraham noSara

Umfanekiso
U-Abraham noSara besententeni

Imizobo ngu–Apryl Stott

U-Abraham wayengumprofeti. UThixo wenza umnqophiso no-Abraham kunye nenkosikazi yakhe, uSara.

Umfanekiso
U-Abraham noSara bakhangeleka bekhathazekile

UThixo wathembisa ukubasikelela. Wabathembisa ukuba babeya kubanabo abantwana. U-Abraham noSara bathembisa ukulandela uThixo.

Umfanekiso
U-Abraham noSara

U-Abraham noSara baye basigcina isithembiso sabo. Kodwa babengazange babenomntwana ixesha elide. Baye bakhula babadala.

Umfanekiso
U-Abraham noSara bekunye nomntwana u-Isake

Ekugqibeleni, xa u-Abraham wayeneminyaka eli-100 kwaye uSara eneminyaka engama-90, baye babanomntwana oyinkwenkwe. Bamthiya ngokuba ngu-Isake. Babesazi ukuba uThixo wayebasikelele.

Umfanekiso
umntwana etyala imbewu

Ndingamthemba uThixo. Ngamanye amaxesha iintsikelelo azizi kwangoko. Kodwa uThixo usoloko ezigcina izithembiso zaKhe.

Iphepha lokufakela Imibala

Ndingamthemba uThixo

Umfanekiso
umntwana uyathandaza

Cofa kumfanekiso ukuze ukhuphele.

Umzobo ngu-Apryl Stott

Ingaba uBawo oseZulwini ukuncede njani xa wawusoyika okanye xa wawukhathazekile?