2023
Abelusi Bandwendwela Usana olunguYesu
EyoMnga 2023


“Abelusi Bandwendwela Usana olunguYesu,” Umhlobo, EyoMnga 2023, 46–47.

Umyalezo weNyanga woMhlobo, EyoMnga 2023

Abelusi Bandwendwela Usana olunguYesu

Umfanekiso
Alt text

Imizobo ngu-Apryl Stott

Ngobunye ubusuku, ingelosi yatyelela abelusi endle. Ingelosi yabaxelela ukuba kuzelwe usana olubalulekileyo. Igama lakhe nguYesu Krestu. Wayeza kuba nguMsindisi wabo bonke abantu abasehlabathini. Iingelosi ezingakumbi zeza. “Uzuko kuThixo enyangweni, uxolo emhlabeni, inkolelo ebantwini.”

Umfanekiso
Alt text

Abelusi bakhawuleza ukuya kuYesu oselusana. Bavuya kakhulu bakumbona Yena!

Umfanekiso
Alt text

Abelusi baxelela abanye ngoYesu Krestu. Babefuna wonke umntu eve iindaba ezilungileyo.

Iphepha lokufakela Imibala

Mna NdingaCula ngoYesu Krestu

Umfanekiso
alt text here

Umfanekiso ngu-Apryl Stott

Ndingacula iingoma ezingoYesu ukubhiyozela ukuzalwa kwaKhe.