Uncedo lweZifundo
IiTshati

Iziganeko ngemihla yoosolusapho bokuqala. (Ngenxa yobunzima ekuthelekeni imihla echanekileyo yeziganeko ezikweli candela, imihla ayinikwanga.)

P.K. (okanye P.X.E.—Phambi kweXesha eliQhelekileyo)

4000

UAdam wafa.

UEnoki wafundisa.

UNowa wafundisa; umhlaba waba nonogumbe.

INcopho yeBhabheli yakhiwa; amaYeredayithi aya eLizweni lesiThembiso.

UMelkitsedeke wafundisa.

UNowa wafa.

UAbram (UAbraham) wazalwa.

UIsake wazalwa.

UYakobi wazalwa.

UYosefu wazalwa.

UYosefu wathengiselwa eYiputa.

UYosefu wabonakala phambi koFaro.

UYakobi (USirayeli) nosapho lwakhe baya ezantsi eYiputa.

UYakobi (USirayeli) wafa.

UYosefu wafa.

UMoses wazalwa.

UMoses wakhokela abantwana bakaSirayeli ukuphuma eYiputa (IEksodus).

UMoses akazange angcamle kufa.

UYoshuwa wafa.

Emva kokufa kukaYoshuwa, kwaqala ixesha labagwebi, umgwebi wokuqala eba nguOteniyeli nowokugqibela uSamuweli; ucwango nemihla yabanye ayicacanga kakhulu.

USawule wayengukumkani othanjisiweyo.

Iziganeko zobuKumkani obuManyeneyo bukaSirayeli:

1095

Ulawulo lukaSawule lwaqala.

1063

UDavide wathanjiselwa ubukumkani nguSamuweli.

1055

UDavide waba ngukumkani eHebron.

1047

UDavide waba ngukumkani eYerusalem; uNatan noGadi baprofetha.

1015

USolomon waba ngukumkani wakwaSirayeli wonke.

991

Itempile yagqitywa.

975

USolomon wafa; izizwe ezilishumi zasentla zavukela ngokuchasene noRehabheham, unyana wakhe, noSirayeli wayohlulahluliwe.

Iziganeko zikaSirayeli:

Iziganeko zikaYuda:

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

Iziganeko zikaSirayeli:

975

Iziganeko zikaYuda:

UYarobheham wayengukumkani wakwaSirayeli.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

949

UShishaki, ukumkani weYiputa, wayiphanga iYerusalem.

Iziganeko zikaSirayeli:

875

Iziganeko zikaYuda:

UAhabhi walawula eSamari phezu koSirayeli ongentla; UEliya waprofetha.

Iziganeko zikaSirayeli:

851

Iziganeko zikaYuda:

UElisha wenza imimangaliso emikhulu.

Iziganeko zikaSirayeli:

792

Iziganeko zikaYuda:

UAmos waprofetha.

Iziganeko zikaSirayeli:

790

Iziganeko zikaYuda:

UYona noHoseya baprofetha.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

740

UIsaya waqalisa ukuprofetha. (IRoma yafunyanwa; uNabhonasari wayengukumkani waseBhabheli ngowa-747; uTigelate-pilezere Ⅲ wayengukumkani waseAsiriya ukususela ngowe-747 kuye kowa-734.)

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

728

UHezekiya wayengukumkani wamaYuda. (UShalemanesere Ⅳ wayengukumkani waseAsiriya.)

Iziganeko zikaSirayeli:

721

Iziganeko zikaYuda:

UbuKumkani obungaseNtla batshatyalaliswa; izizwe ezilishumi zathatyathelwa ekuthinjweni; uMika waprofetha.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

642

UNahum waprofetha.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

628

UYeremiya noZefaniya baprofetha.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

609

UObhadiya waprofetha; uDaniyeli wathwalelwa ekuthinjweni eBhabhilon. (INineve yawa ngowa-606; UNebhukadenetsare wayengukumkani waseBhabhilon ukususela ngowa-604 kuye-561.)

600

ULihayi wemka eYerusalem.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

598

UHezekile waprofetha eBhabhilon; uHabhakuki waprofetha; uZedekiya wayengukumkani wakwaYuda.

588

UMyuleki wemka esuka eYerusalem esiya kwilizwe lesithembiso.

588

AmaNifayithi azahlula kumaLeymenayithi (phakathi kwa-588 nama-570).

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

587

UNebhukadenetsare wathimba iYerusalem.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

537

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UKoreshi wamisela ukuba amaYuda anganokubuyela eBhabhilon.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

520

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UHagayi noZekariya baprofetha.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

486

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UEstere waphila.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

458

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UEzra wayalelwa ukwenza iinguqulelo.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

444

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UNehemiya wonyulelwa ukuba numlawuli wakwaYuda.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

432

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UMalaki waprofetha.

400

UYaromi wafumana amacwecwe.

360

UOmnayi wafumana amacwecwe.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

332

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UAlesandile oMkhulu woyisa iAram neYiputa.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

323

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UAlesandile wafa.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

277

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

ISeptuwajinti, uguqulelo lwezibhalo zesiYuda kwisiGrike, yaqaliswa.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

167

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UMatiya umMakabhi wavukela ngokuchasene neAram.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

166

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UYuda Makabhiyasi waba yinkokeli yamaYuda.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

165

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

Itempile yahlanjululwa yaza yabingelelwa kwakhona; uHanuka waqalisa.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

161

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UYuda Makabhiyasi wafa.

148

UAbhinadayi wabulawela inkolo; uAlma wamisa iBandla kwakhona phakathi kwamaNifayithi.

124

UBhenjamin wanika intetho yakhe yokugqibela kumaNifayithi.

100

UAlma oMncinane noonyana bakaMozaya baqalisa umsebenzi wabo.

91

Ulawulo lwabagwebi lwaqalisa phakathi kwamaNifayithi.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

63

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UPompey woyisa iYerusalem, ulawulo lukaMakabhiyasi lwaphela kwaSirayeli, kwaye ulawulo lwamaRoma lwaqalisa.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

51

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UCleopatra walawula.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

41

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UHerode noFasiyeli benziwa iinkosi ezimanyeneyo zeendawo ezo zakwaYuda.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

37

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UHerode waba yinkokeli eYerusalem.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

31

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

IMfazwe yaseAktiyam yaliwa; UAwugusto wayengukumkani eRoma ukususela ngowa-31 P.K. ukuya E.K. owe-14.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

30

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UCleopatra wafa.

Iziganeko kwiMbali yesiYuda:

17

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UHerode wavusa itempile.

6

USamuweli umLeymenayithi waprofetha ngokuzalwa kukaKrestu.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

E.K.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

E.K.

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UkuZalwa kukaYesu Krestu.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

30

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

Ubufundisi bukaKrestu baqalisa.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

33

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UKrestu wabethelelwa emnqamlezweni.

33 okanye 34

UKrestu ovukileyo wabonakala eAmerika.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

35

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UPawulos waguqulwa.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

45

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UPawulos wathabatha uhambo lokuqala lobufundisi bakhe.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

58

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

UPawulos wathunyelwa eRoma.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

61

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

Imbali yeZenzo zaBapostile yavalwa.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

62

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

IRoma yatshiswa; amaKrestu ayetshutshiswa phantsi koNero.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

70

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

AmaKrestu asabela ePela; iYerusalem yangqingwa yaza yathinjwa.

Iziganeko kwiMbali yobuKrestu:

95

Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni:

AmaKrestu ayetshutshiswa nguDomishiyen.

385

Isizwe samaNifayithi satshatyalaliswa.

421

UMoronayi wafihla amacwecwe.