2021
Yena Weza
EyoMnga 2021


“Yena Weza,” Okwenzelwe Ukomelezwa KoLutsha, EyoMnga 2021.

UMyalezo weNyanga Okwenzelwe Ukomelezwa KoLutsha, EyoMnga 2021

Yena Weza

IMfundiso neMinqophiso iyangqina ukuba uYesu Krestu weza emhlabeni kwaye wasifundisa ukuba Yena ungubani na kunye noko Yena wayekuzisele bonke abantu.

Yena Wazalelwa eMhlabeni

Umfanekiso
umama nomntwana

Delivered [Ukuhlangulwa], nguJenedy Paige

Yena Weza Kukwenza iNtando kaYise

Umfanekiso
UYesu Krestu uyafundisa

On Earth as It Is in Heaven [Nasemhlabeni, Njengokuba Kusenziwa Emazulwini], nguJustin Kunz

Waye Wafunda kwaye Wakhula

Umfanekiso
Umntwana uYesu kunye noYosefu besenza uchwelo

And the Child Grew and Waxed Strong in Spirit [Ke Kaloku Wakhula Umntwana, Waya Esomelela Emoyeni], nguWalter Rane

Yena Weza Kukhulula Bonke Abantu

Umfanekiso
UKrestu eGetsemane

Christ in Gethsemane [UKrestu eGetsemane], nguMichael Malm

Yena Uthumela Abanye Ukuba Bangqine ngaYe

Umfanekiso
iingelosi zibhengeza ukuzalwa kukaKrestu kubelusi

Umzobo nguJustin Kunz

Yena Ukukukhanya

Umfanekiso
usana

Little Lamb [Imvana eNcinci], nguJenedy Paige