EyeDwarha 2022 UMongameli Russell M. NelsonUMnqophiso waNaphakadeUMongameli Nelson ufundisa ukuba abo benze umnqophiso noThixo banokufikelela kuhlobo olulodwa lothando nenceba kwaye thina sibiziwe ngelixesha embalini ukuba sifundise ihlabathi ngobuhle namandla omnqophiso omtsha wanaphakade. Okwenzelwe Ukomeleza Ulutsha Okwenzelwe uLutsha Funda ngoYesu Krestu kwaye uFikelele kuMandla waKheIpowusta ekhuthazayo emalunga nendlela amandla kaKrestu asizisela ngayo uxolo. Umhlobo Okwenzelwe aBantwana: Izithembiso zikaHezekile Ziba yiNyaniFunda ngomprofeti uHezekile kwiTestamente eNdala.