EyoMdumba 2023 Izixhobo zoLutsha kunye naBantwanaInkcazelo esisiseko yeBandla yezixhobo zolutsha kunye nabantwana Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha UMdala Jeffrey R. HollandEyoLutsha: Ngaba Kufuneka siGqibelele Ngoku?Umdala uHolland usinceda siqonde ukuba singawugcina njani umyalelo woMsindisi ukuba sigqibelele nangona singafezekanga. Umhlobo EyaBantwana: UYesu uPhilisa uMfaziFunda ibali malunga nokuba uYesu wamphilisa njani umfazi.