2012
Wonke umntu angakwazi ukwenza into ngoku
Julayi 2012


Abantwana

Wonke umntu angakwazi ukwenza into ngoku

  1. UMongameli Uchtdorf ufundisa ukuba nokuba mingaphi na iminyaka yakho, ungakwazi ukwenza into ukunceda abanye abantu. KwiJenali okaye ephepheni, bhala iziphiwo zakho kwakunye nezinto okwaziyo ukuzenza. Buza abazali bakho ukuba bacinga ukuba yintoni iziphiwo zakho.

  2. Ungazisebenzisa njani iziphiwo zakho ekuncedeni abanye abantu?

  3. Ekugqibeleni koluhlu lwakho lweziphiwo, bhala indlela enye ongasebenzisa ngayo ezo ziphiwo ukunceda abanye kuleveki.