2014
Umthandazo Wesonka
Okthoba 2014


Abantwana

Umthandazo Wesonka

Uyazi kanjani into ekumele uyitsho xa uthandaza? Ungaqala imithandazo yakho ngokuthi, “Bawo oseZulwini Othandekayo,” kwaye uyivale ngokuthi, “Egameni likaYesu Krestu, amen.” Into oyitshoyo embindini iyintando yakho, njengo kukhetha into oyifaka esonkeni.

Zoba umfanekiso wesonka, ukhethe izinto ezininzi ezehlukeneyo ongazithandayo esonkeni sakho. Kwiqatha ngalinye lenyama okanye kwinto oyifaka esonkeni, bhala into enye ongathanda ukuthandaza ngayo. Ungathi, “enkosi” ngeentsikelelo, uthethe ngeengcinga zakho, ucele iintsikelelo, okanye uthandaze malunga nemibuzo.

Ungasika umfanekiso wakho wesonka. Wuxhome egumbini lakho ukuze ukuncede ukuba ukhumbule izinto ongazitsho emithandazweni yakho.