2015
Ukujonga eTempileni
Juni 2015


Abantwana

Ukujonga eTempileni

UMongameli Eyring uchaza ukuba ngenxa yamandla wobubingeleli, sinethuba lokuya etempileni sitywinwe kunye neentsapho zethu ngonaphakade. Zoba okanye fumana umfanekiso wetempile oyithanda kakhulu kwaye uyigcine kwindawo apho uzokuyibona khona yonke imihla. Yenza uluhlu lokuba uzakulungisela kanjani ukuya etempileni ngenye imini.