2015
Yenza Isibane Sakho Sikhazimle Kakhulu
Okthoba 2015


Abantwana

Yenza Isibane Sakho Sikhazimle Kakhulu

Kudala kwelaseGrike, kwakunogqatso apho iimbaleki zazibamba izibane ezivuthayo. Nabani na owayebaleka ugqatso lonke nesibane sisavutha wayeyintshatsheli. UMongameli Uchtdorf uthi ubomi bufana noloo gqatso. Isibane esisibambayo luKhanyo lukaKrestu. Xa sizama ukuba njengoYesu Krestu, senza izibane zethu zikhazimle kakhulu.

Zinto zini ongazenza ukuba ufane noYesu kwaye wenze isibane sakho sikhazimle kakhulu? Khetha kuluhlu olungezantsi:

  • Ncuma okanye uthi molo kumntu obonakala elilolo.

  • Sala uqumbele umntu

  • Khathalela umzimba wakho

  • Hlekisa ngomntakwenu okanye ngodadewenu

  • Thobela umprofethi

  • Nikezela xa wenza impazamo

  • Nceda umntu