2016
umcelingeni wobubele
Janyuwari 2016


Abantwana

Umcelingeni Wobubele

Xa uYesu wayendwendwele abantu kwelaseMelika, Yena wabafundisa ukuba bathandane kwaye babeno bubele. Yintoni ongayenza ukuze ulandele uYesu kwaye uthande abanye? Nazi ezinye iingcinga. Phawula umcelingeni ngamnye njengoko uqhubeka.

  • □ Ndingawola umntu okhathazekileyo.

  • □ Ndinganceda umntu ekhusini.

  • □Ndingafunda okanye ndibukele intetho yenkomfa emalunga nobubele.

  • □ Ndingaculela usapho lwam ingoma yabantwana.

  • □ Ndingancumela umntu obonakala elilolo.

  • □ Ndinga___________________________________.

  • □ Ndinga___________________________________.