2017
Isiphakathi seziko!
Janyuwari 2017


Abantwana

Isiphakathi seziko!

Umongameli uUchdorf uthi ivangeli ifana nokulingisa kwiziko. Sidinga ukujolisa kwezona zinto zibalulekileyo. Eyona miyalelo ibalulekileyo yilena yokuthanda uThixo kwanokuthanda abanye. Ukuba sijolise kwezizinto zimbini, singachana isiphakathi seziko maxesha onke!

Zoba umiselo kwiphetshana. Umzali makhe akufundele oludweliso. Ukuba into ekoludweliso yinto esinceda sibonakalise uthando kuThixo nakwabanye, uze uyibhale okanye uyizobe esiqwini somiselo.

Yabelana ngezokudlala zakho

Ukuba iilekese

Iya ecaweni

Ukubiza omnye umntu ngegama elibi

Ukutsho imithandazo yakho

Ukugona omnye umntu

Yilwa nabantwakwenu