EyeNkanga 2022 UMongameli Russell M. NelsonuKweyisa iHlabathi kwa nokuFumana ukuPhumlauMongameli Nelson ungqina ukuba singaleyisa ihlabathi kwaye sifumane ukuphumla, ngamandla kaYesu Krestu, esikwazi ukuzifumana ngeminqophiso yethu. UMongameli Dallin H. OaksUkuNceda amaHlwempu kwa nabaNxungupheleyo—IzicatshulwaUMongameli Oaks usifundisa ukuba uThixo uphembelela imibutho emininzi kwa nabantu ngabanye ukunceda abo banezidingo kwa nokuba iBandla lizibophelele ekusebenzisaneni nabanye kule migudu. Izicatshulwa UMongameli Henry B. EyringiLifa le Nkuthazo—IzicatshulwaUMongameli Eyring usibonisa indlela umama wakhe kwa nomprofethi uMormoni abazikhuthaza ngayo izizukulwana zabo ukuba zibufanele ubomi obungunaphakade noBawo osezulwini kuzo zonke izilingo zasenyameni