2023
UMprofeti uPetros
EyeKhala 2023


“UMprofeti uPetros,” uMhlobo, EyeKhala 2023, 46–47.

UMyalezo weNyanga uMhlobo, EyeKhala 2023

UMprofeti uPetros

Umfanekiso
Alt text

Imizobo nguApryl Stott

Emva kokuba uYesu Krestu wavuka kwelabafileyo waya ezulwini, uPetros waba nguMprofeti.

Umfanekiso
Alt text

UPetros wafundisa abantu ngobhaptizo nangoMoya oyiNgcwele. Amawaka abantu akhetha ukubhaptizwa!

Umfanekiso
Alt text

Ngenye imini uPetros wabona indoda ngaphandle kweTempile. Le ndoda yayingakwazi ukuhamba. Wathi uPetros, “Egameni likaYesu Krestu, vuka uhambe.”

Umfanekiso
Alt text

Indoda yaphiliswa ngenxa yokholo lwayo! UPetros wafundisa abantu etempileni ngoYesu Krestu.

Iphepha lokufakela Imibala

Ndingaxelela Abanye ngoYesu

Umfanekiso
Alt text

Umfanekiso nguApryl Stott