Uncedo lweZifundo
GJS, Ⅰ IziKronike 21


GJS, Ⅰ IziKronike 21:15. Thelekisa neⅠ IziKronike 21:15

UThixo uyekisa ingelosi ekutshabalaliseni iYerusalem.

15 Kwaye uThixo wathumela ingelosi eYerusalem ukuba iyitshabalalise. Kwaye ingelosi yasolulela phambili isandla sayo eYerusalem ukuze iyitshabalalise; kwaye uThixo wathi kwingelosi, Sibambe ngoku isandla sakho, kwanele; kuba njengokuba yayitshabalalisa, iNkosi yaqaphela uSirayeli, ukuba uguqukile ebubini; ke ngoko iNkosi yabamba ingelosi eyayitshabalalisa, njengoko yayime ngasesixovulelweni sesanda sikaOrnan, umYebhusi.