Uncedo lweZifundo
GJS, Ⅰ KaPetros 4


GJS, Ⅰ KaPetros 4:6. Thelekisa nekaⅠ Petros 4:6

Ivangeli ishunyayelwa kwabo bafileyo.

6 Kuba ngenxa yoku, yashunyayelwa ivangeli kubo abafileyo, ukuze babe nokugwetywa ngokwabantu besenyameni, kodwa badle ubomi bekuwo umoya ngokwentando kaThixo.

GJS, Ⅰ KaPetros 4:8. Thelekisa nekaⅠ Petros 4:8

Uthando lwenene lusinqanda ekoneni.

8 Nangaphezu kweento zonke ke yibani nothando olunyamekileyo; ngokuba uthando lwenene lunqanda inkitha yezono.