2013
Ndingakukukhanya kwaBanye
Februwari 2013


Abantwana

Ndingakukukhanya kwaBanye

Mongameli Uchtdorf uthi ukuba kukukhanya kwabanye, amazwi wethu kufuneka “acace njenge sibhakabhaka esinelanga kwaye esigcwele lufefe.” Amagama wethu kufuneka onwabe,abenenyaniso, kwaye nobubele. Ungenza ntoni okanye uthini ukuba kukukhanya kwabanye? Ungabhala kwijenali yakho izinto ezine ezintle oceba ukuzithetha emalungwini osapho lwakho okanye kwitshomi.