2013
Ukukhonza ngawo onke amaxesha
Septemba 2013


Abantwana

Ukukhonza ngawo onke Amaxesha

Umongameli Uchtdorf ufundisa ukuba kufuneka “sikhonze ngoyolo nangomdla kuyo yonke imo yezulu nangawo onke amaxesha” Ngeziphi ezinye zendlela esinokukhonza ngazo ebusika? Ngeziphi ezinye indlela esinokukhonza ngazo ekwindla? Singakhonza njani ehlotyeni okanye entwasa hlobo? Bhala phantsi iingcinga zakho zexesha ngalinye lasenyakeni. Ungafuna ukuzama ezinye zeengcinga zakho kule nyanga!