2014
Khangela Iindlela Zokukhonza
Matshi 2014


Abantwana

Khangela Iindlela ZokuKhonza

Ungakhetha ukulandela uYesu Krestu nokunceda abanye abantu. Zoba umfanekiso wakho ukhonza ilungu losapho okanye umhlobo ze uwubeke loo mfanekiso wakho apho uzakukhumbuza khona ukuba ube nobubele qho ngemini.