2014
Yazi Amabali Wakho
eyeSilimela 2014


Abantwana

Yazi Amabali Wakho

Abazali bakho nookhokho bakho baye banamaxesha amangalisayo amanye mhlawumbi awuwazi nokuwazi! Amanye wamabali wabo azakuhlekisa, kwaye angakunceda ukuba ubenokholo kuBawo oseMazulwini. Kodwa nabantu abadala baziva baneentloni ngamanye amaxesha. Sebenzisa le mibuzo ukubanceda ukuba bakhumbule amanye amabali wabo abawathandayo kwaye ubhale phantsi okanye uzobe imifanekiso yempendulo zabo.

  1. Khawundixelele ngamatyeli amathathu weenkumbulo zakho ezigcobileyo.

  2. Leliphi elona xesha elalikuhlaza kakhulu?

  3. Khawundixelele ngemini endazalwa ngayo.

  4. Yintoni owawuthanda ukuyenza ngoku wawungu mntwana?

  5. Ubungqina bakho bevangeli ubufumene kanjani?