2014
Ingaba Uzilungiselele Na?
Septemba 2014


Abantwana

Ingaba Uzilungiselele Na?

Iimpendulo: Nyani, Nyani, Mposiso, Nyani, Mposiso

UMongameli Monson ucele ukuba umntu ngamnye kuthi alungiselele amaxesha anzima kwaye ancede abanye ngamaxesha anzima. Thatha olu vavanyo lobunyani-okanye-mposiso ukubona ukuba uzilungiselele na!

Ndingafumana qho umntu endino kumnceda. Nyani □ Mposiso □

Ndingabano mbulelo ngako konke esendinako. Nyani □ Mposiso □

Andina zakhono endinokuzabela abanye. Nyani □ Mposiso □

Ukugcina imali ukulungiselela ixesha elizayo ngumbono omhle. Nyani □ Mposiso □

Ndidinga izinto zokudlala ezintsha neempahla ukuze ndonwabe. Nyani □ Mposiso □