2018
Khumbula uYesu
eyoMdumba 2018


Abantwana

Khumbula uYesu

Izibhalo ezingcwele zisifundisa ukuba masisoloko sikhumbula uYesu Krestu. Oko kuthetha ukuba kufuneka sicinge Ngaye kakhulu kwaye silandele umzekelo waKhe!

Beka umfanekiso kaYesu apho unokuwubona rhoqo.

“Kwaye ukuba nithi nindikhumbule ngamaxesha onke niya kuba nawo uMoya wam ukuba ube kunye nani” (3 Nifayi 18:7).