2018
Yiba Nokuthi Umazi Yena kunye Nosapho Lwakhe
eyoMdumba 2018


Imigaqo Yemfundiso Yondwendwelo Makhaya, EyoMdumbe 2018

Yith Umazi Yena Kunye Nosapho Lwakhe

Undwendwelwa lokufundisa lungo kufikelela ngokunyanisekileyo kulwazi kunye nothando lodade ngamnye ukwenzela sikwazi ukomeleza ukholo lakhe nokumzebenzela.

Ukholo, Usapho, Uncedo

URita Jeppeson kunye nomndwendweli mfundisi baye baba ngabahlobo abalungileyo njengoko bendwendwela kwaye besabelana ngeemfundiso zevangeli. Kodwa undwendwelo lwabo lukwaquka nokudlala imidlalo yamagama bekunye. Yeyona nto ithandwa nguRita ngondwendwelo lokufundisa kuba uyayazi ukuba bangaba hlobo kwaye undwendwelo ayi “lo kuphawula” kuluhlu lwezinto. Zininzi izinto oodade bangazenza ngethuba londwendwelo, okufana nokuthetha ngethuba behamba kunye okanye batsale ukhula esitiyeni ngelixesha abantwana bedlala.

Umdala Jeffrey R. Holland weQumrhu Labapostile Abalishumi Nambini uthe, “Zibone wena njengesithunywa seNkosi kubantwana Bakhe. … Singethemba … okokuba uyakumisela umzekelo wokwenene, inkathalo engqunge-ivangeli yamalungu, ejongene nawo kwano kukhathala, ejongene neemfuno zokomoya kwane zinto zethutyana nangayiphi indlela encedayo.”1

INkosi kuMosisi yayalela ubantwana bak Sirayeli ukokuba “kuni woba njengo zelwe phakathi kwenu ekhaya,umphambukeli ophambukele kuni, uze umthande [yena] njengokuba uzithanda wena” (Levitikus 19:34). Oodade esibandwendwela sibafundisa bangaba ngaba “ngekho basemzini” njengoba siqala umsebenzi wethu, kodwa njengoko siye simazi kunye nosapho lwakhe, iimfuno zethu zizokwanda zoku “ thwalelana ubunzima bomnye nomnye, aze athi abelula” kwaye nezethu “iintliziyo zithungelelane kunye ulumanyanweni naseluthandweni komnye nakomnya” (Mozaya 18:8, 21).

Reyna I. Aburto, uMcebisi Wesibini kuBongameli Jikelele beQumrhu Lamabhinqa, uyakhumbumbula ngoka waye ngo sanduqhawula umtshato olilungu elitsha Ecaweni. “Abandwendweli makhaya bam baze ekhayeni lam,” uye watsho, “kwaye baphatha imvo efudumeleyo yolwamkelo nothando entliziyweni yam.”2

Cingisisa Ngoku

Phakathi kweentsapho oodade obandwendwelayo ubafundisa, ziziphi izinto ezizayo ekufuneka uziqaphele kwaye uzikhumbule?

Izikhumbuzo

  1. Jeffrey R. Holland, “Emissaries to the Church,” Liyahona, EyeNkanga 2016, 62.

  2. Reyna I. Aburto, “What Has Relief Society Been for Me?” Brigham Young University Women’s Conference, May 5, 2017, LDS.org.