GJS, Ⅰ KaYohane 2:1. Thelekisa noⅠ Yohane 2:1 UKrestu ngumthetheleli wethu noYise ukuba siyaguquka. 1 Bantwana bam, ndinibhalela ezi zinto, ukuze ningoni. Kodwa ukuba kukho othe wona aze aguquke, sinomthetheleli kuye uYise, uYesu Krestu ilungisa;