Uncedo lweZifundo
GJS, ULuka 24


GJS, ULuka 24:2–4. Thelekisa noLuka 24:2–5

Abafazi ababini babona iingelosi ezimbini ngasengcwabeni likaYesu.

2 Kwaye balifumana ilitye liqengqiwe lasuka engcwabeni, kwaye iingelosi ezimbini zazime ngakulo zineengubo ezibengezelayo.

3 Kwaye ke bangena engcwabeni, kwaye abawufumananga umzimba weNkosi uYesu, babedidekile kakhulu khona apho;

4 Kwaye babesoyika, kwaye bathobela phantsi emhlabeni iimbuso zabo. Kodwa qaphela iingelosi zathi kubo, Yini na ophilileyo nimfuna phakathi kwabafileyo.