Uncedo lweZifundo
Cocekileyo nengacocekanga


Cocekileyo nengacocekanga

KwiTestamente eNdala, iNkosi yatyhilela uMoses namaSirayeli amandulo okokuba kuphela kukutya okuthile okwakucingeleka ukuba kucocekile okanye, ngamanye amazwi, kulungele ukudliwa. Umahluko amaSirayeli awenzayo phakathi kokudla okucocekileyo nokungacocekanga wawunefuthe kwinkolo yawo nasebomini bentlalo-ntle. Izilwanyana ezithile, iintaka, neentlanzi zazithathwa njengezicocekileyo nezamkelekileyo ekudliweni, ekubeni ezinye zazingacocekanga kwaye zazalelwe (Lev. 11; Dut. 14:3–20). Abanye abantu abagulayo kanjalo babecingelwa ekubeni abacocekanga.

Kolovo lwasemoyeni, ukucoceka kukukhululeka esonweni nakwiminqweno yesono. Ngolu luvo igama lisetyenziswa ekuchazeni umntu ofezekileyo nonentliziyo enyulu (IiNd. 24:4). Abantu bomnqophiso kaThixo babesoloko benemiyalelo ekhethekileyo ekubeni bacoceke (3 Nif. 20:41; I&M 38:42; 133:5).