Uncedo lweZifundo
Myuleki


Myuleki

Ngunyana wokumkani weTestamente eNdala uZedekiya (malunga 589 P.K.). IBhayibhile ibalisa okokuba bonke oonyana bakaZedekiya babebulewe (Ⅱ OoKum. 25:7), kodwa iNcwadi kaMormoni icacisa ukuba uMyuleki waphila (Hil. 8:21).