Uncedo lweZifundo
Smith, Joseph F.


Smith, Joseph F.

Ngu Mongameli wesithandathu weBandla; unyana okuphela kwakhe kaHyrum noMary Fielding Smith. Wazalwa ngoNovemba 13, 1838 waza wafa ngoNovemba 19, 1918.