Uncedo lweZifundo
Misela, Ummiselo


Misela, Ummiselo

Ukunyula okanye ukunika igunya iofisi. Ukusebenzisa igunya eBandleni leNkosi, umntu umele abe ubizwe nguThixo, ngesiprofetho, nangokubekwa kwezandla ngabo basemagunyeni (V zoK 1:5). Nangona umntu anokufumana igunya ngommiselo, ulisebenzisa phantsi kwesikhokelo sabo baphatha izitshixo ezithile zeloo gunya.