Uncedo lweZifundo
Buthathaka


Buthathaka

Yimeko yokuba nomzimba onokufa nokuswela ukuba nako, ukomelela, okanye ubuchule. Ubuthathaka yimo yokubakho. Bonke abantu babuthathaka, kwaye kuphela kungobabalo lukaThixo okokuba bafumane amandla okwenza izenzo ezilungileyo (Yakobi 4:6–7). Obu buthathaka kwinxenye yobuthathaka boyedwa okanye ubuethe-ethe umntu ngamnye anabo.