Uncedo lweZifundo
Kuziphendulela, Phendula, Yaziphendulela


Kuziphendulela, Phendula, Yaziphendulela

INkosi ithe okokuba bonke abantu banoxanduva ngenxa yeentshukumo ezizezabo, izimvo, iminqweno, nezenzo.

Ubudala bokuziphendulela bubudala apho abantwana bathatheka babenoxanduva ngezenzo zabo kwaye benako ukwenza isono nokuguquka.