Uncedo lweZifundo
Bulungisa, Lungileyo


Bulungisa, Lungileyo

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, agama bulungisa lineentsingiselo ezimbini: (1) Ukuba nobulungisa, ngcwele, nesidima, nokuthi tye; usenza ngentobeko kwimiyalelo kaThixo; uphepha isono, kwaye (2) isiphumo esingasileliyo seentsikelelo ngenxa yeengcinga ezilungileyo nezenzo, nesohlwayo ngenxa yesono esingaguqukelwanga. Ubulungisa ngumthetho wanaphakade ofuna isohlwayo xesha ngalinye umthetho kaThixo usaphulwa (Alma 42:13–24). Umoni umele ukuhlawula isohlwayo ukuba akaguquki (Moz. 2:38–39; I&M 19:17). Ukuba uyaguquka ke, uMsindisi uhlawula isohlwayo ngeNtlawulelo, ebizaminceba (Alma 34:16).

Ukuba nobulungisa, ngcwele, nesidima, nokuthi tye

Isiphumo esingasileliyo seentsikelelo ngenxa yeengcinga ezilungileyo nezenzo