Uncedo lweZifundo
Ntobeko, Thobekileyo, Thobela


Ntobeko, Thobekileyo, Thobela

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, igama ntobeko lineentsingiselo ezimbini: (1) Kuluvo lwasemoyeni, intobeko kukwenza intando kaThixo, kwaye (2) ukululamisa nokufundiseka, okanye imeko yokululama nokufundiseka. Intobeko iquka ukuqaphela ukuxhomekeka kwethu kuThixo nokunqwenela ukuzinikela kwintando Yakhe.

Kukwenza intando kaThixo

Imeko yokululama nokufundiseka