Uncedo lweZifundo
Mgwebo, wokuGqibela


Mgwebo, wokuGqibela

UMgwebo wokuGqibela oya kwenzeka emva koVuko. UThixo, ngoYesu Krestu uya kugweba umntu ngamnye ukuqinisekisa ubuqaqawuli banaphakade aya kubufumana. Lo mgwebo uya kuxhomekeka kwintobeko yomntu ngamnye emiyalelweni kaThixo, kubandakanya nokwamkela kwakhe idini elihlawulelayo likaYesu Krestu.