Uncedo lweZifundo
Mkhululi


Mkhululi

UYesu Krestu nguMkhululi omkhulu woluntu ngenxa yokuba Yena, ngeNtlawulelo Yakhe, wahlawula ixabiso lezono zoluntu waza wenza kwenzeke uvuko lwabo bonke abantu.